Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

UYOBHI 19:25

UYOBHI 19:25 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Ke mna ndiyazi ukuba umhlawuleli wam uhleli; Engowokuphela, uya kusuka éme phezu kothuli lwehlabathi.

Yabelana
Funda UYOBHI 19

UYOBHI 19:25 IBHAYIBHILE (XHO96)

Kambe ke ndiyazi ukuba umkhululi wam ukho; ekugqibeleni iya kuba nguye otshatshelayo ehlabathini.

Yabelana
Funda UYOBHI 19

UYOBHI 19:25 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Ngokuba ndiyazi mna ukuba uhleli umsindisi wam, Uya kusuka eme phezu komhlaba ekupheleni kwemihla.

Yabelana
Funda UYOBHI 19

UYOBHI 19:25 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Ngokuba ndisazi mna ukuba umkululi wam uhleli, nokuba ekupeleni wosuka eme pezu kwomhlaba

Yabelana
Funda UYOBHI 19

UYOBHI 19:25

UYOBHI 19:25 XHO75UYOBHI 19:25 XHO75
Yabelana
Funda isahluko sonke
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo