UYOBHI 18:6
UYOBHI 18:6 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ukukhanya kuya kwenziwa mnyama ententeni yakhe, Nesibane sakhe sicinywe phezu kwakhe.
Yabelana
Funda UYOBHI 18UYOBHI 18:6 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ukukhanya kuya kujika kube bubumnyama endlwini yaso; ewe, isibane saso siya kucinywa.
Yabelana
Funda UYOBHI 18