UYOBHI 18:5
UYOBHI 18:5 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Noko nokukhanya oku kongendawo kuya kucinywa, Lingabi mhlophe ilangatye lomlilo wakhe.
Yabelana
Funda UYOBHI 18UYOBHI 18:5 IBHAYIBHILE (XHO96)
“Hayi kaloku, isibane sesikhohlakali siza kucinywa, futhi ke nelangatye laso soze liphinde livuthe.
Yabelana
Funda UYOBHI 18