UYOBHI 17:11-12
UYOBHI 17:11-12 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Imihla yam idlule, zijaciwe izigqibo zam, Amafa entliziyo yam. Bathi ubusuku yimini; Ukukhanya kusondele, xa kuza kuba mnyama.
Yabelana
Funda UYOBHI 17UYOBHI 17:11-12 IBHAYIBHILE (XHO96)
Imihla yam iphelile, namacebo am achithakele, ngokunjalo neminqweno yam ivuthulukile. Ubusuku bathi yimini; kanti xa kuhlwayo bathi sekuza kusa.
Yabelana
Funda UYOBHI 17