UYOHANE 8:31
UYOHANE 8:31 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ubesithi ngoko uYesu kuloo maYuda akholiweyo kuye, Ukuba nina nithe nahlala elizwini lam, noba ningabafundi bam, inyaniso.
Yabelana
Funda UYOHANE 8UYOHANE 8:31 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ke ngoko uYesu wathi kumaJuda abeke ithemba kuye: “Ukuba nithe nazingisa ukuhlala nisenza oko ndinifundisileyo, niya kuba ngabafundi bam benene.
Yabelana
Funda UYOHANE 8