UYOHANE 6:63
UYOHANE 6:63 IBHAYIBHILE (XHO96)
NguMoya onika ubomi; ke wona amandla omntu akancedi lutho ekunikeni ubomi. Amazwi endiwathethileyo kuni ngakaMoya, anika ubomi.
Yabelana
Funda UYOHANE 6UYOHANE 6:63 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ngumoya odlisa ubomi; inyama yona ayincedi lutho. Amazwi la ndiwathethayo kuni mna angumoya, abubomi.

Funda UYOHANE 6UYOHANE 6:63 IBHAYIBHILE (XHO96)
NguMoya onika ubomi; ke wona amandla omntu akancedi lutho ekunikeni ubomi. Amazwi endiwathethileyo kuni ngakaMoya, anika ubomi.
Yabelana
Funda UYOHANE 6