UYOHANE 6:37
UYOHANE 6:37 IBHAYIBHILE (XHO96)
Bonke endibanikwe nguBawo, baya kuza kum. Ke lowo uzayo kum andingekhe ndingamamkeli
Yabelana
Funda UYOHANE 6UYOHANE 6:37 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Konke endikupiwa NGUBAWO, kuya kuza kum; nalowo uzayo kum andisayi kumlahla.
Yabelana
Funda UYOHANE 6UYOHANE 6:37 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Konke andinikayo uBawo, kuya kuza kum; nozayo kum, andisayi kukha ndimlahlele phandle
Yabelana
Funda UYOHANE 6UYOHANE 6:37 IBHAYIBHILE (XHO96)
Bonke endibanikwe nguBawo, baya kuza kum. Ke lowo uzayo kum andingekhe ndingamamkeli
Yabelana
Funda UYOHANE 6