UYOHANE 6:27
UYOHANE 6:27 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Musani ukusebenzela ukudla okutshabalalayo; sebenzelani ukudla okuhlala kuse ebomini obungunaphakade, aya kunipha kona uNyana woMntu; kuba uYise uThixo utywine waqinisela yena lowo.
Yabelana
Funda UYOHANE 6UYOHANE 6:27 IBHAYIBHILE (XHO96)
Sanukusebenzela ukutya okuphelayo; sebenzelani ukutya okungapheliyo, okusisondlo sobona bomi bungenasiphelo. Oko kutya niya kukunikwa nguye uNyana woLuntu, kuba uYise, uThixo, wamgunyazisela oko.”
Yabelana
Funda UYOHANE 6