UYOHANE 4:14
UYOHANE 4:14 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ke yena othe wawasela amanzi endiya kumpha wona mna, soze anxanwe naphakade. Amanzi endiya kumnika wona, aya kuba ngumthombo ompompoza kuye, emnika obona bomi bungenasiphelo.”
Yabelana
Funda UYOHANE 4UYOHANE 4:14 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
ke yena othe wasela kuwo amanzi, endiya kumpha wona mna, akasayi kuza anxanwe naphakade; aya kusuka amanzi, endiya kumpha wona, abe ngumthombo kuye wamanzi ampompozela ebomini obungunaphakade.
Yabelana
Funda UYOHANE 4UYOHANE 4:14 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ke yena othe wawasela amanzi endiya kumpha wona mna, soze anxanwe naphakade. Amanzi endiya kumnika wona, aya kuba ngumthombo ompompoza kuye, emnika obona bomi bungenasiphelo.”
Yabelana
Funda UYOHANE 4