UYOHANE 21:6
UYOHANE 21:6 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Wathi ke yena kubo, Wuphoseni umnatha ngecala lasekunene lomkhombe, nofumana. Baphosa ke; ababa saba nako ukuwutsala, ngenxa yenkitha yeentlanzi.
Yabelana
Funda UYOHANE 21UYOHANE 21:6 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Wathi ke yena kubo, Wuphoseni umnatha ngecala lasekunene lomkhombe, nofumana. Baphosa ke; ababa saba nako ukuwutsala, ngenxa yenkitha yeentlanzi.
Yabelana
Funda UYOHANE 21UYOHANE 21:6 IBHAYIBHILE (XHO96)
Waza wathi kubo: “Phosani umnatha ngasekunene kwesikhitshana. Nobambisa ke.” Bawuphosa, baza ngenxa yobuninzi beentlanzi ababi nako ukuwutsala umnatha.
Yabelana
Funda UYOHANE 21