UYOHANE 21:3
UYOHANE 21:3 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Athi uSimon Petros kubo, Ndiya kubambisa iintlanzi. Bathi kuye, Nathi sihamba nawe. Baphuma, bangena emkhombeni kwaoko; ababamba nto ngobo busuku.
Yabelana
Funda UYOHANE 21UYOHANE 21:3 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Athi uSimon Petros kubo, Ndiya kubambisa iintlanzi. Bathi kuye, Nathi siyaya nawe. Baphuma bangena emkhombeni kwaoko. Ngobo busuku àbabamba nto.
Yabelana
Funda UYOHANE 21UYOHANE 21:3 IBHAYIBHILE (XHO96)
Waza wathi kubo uSimon Petros: “Ndisaya kuloba.” Baza bathi kuye: “Nathi sohamba nawe.” Baya ke bekhwele isikhitshana, kodwa àbabamba nto ngobo busuku.
Yabelana
Funda UYOHANE 21