UYOHANE 21:18
UYOHANE 21:18 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Inene, inene, ndithi kuwe, Oko ubusemtsha ubuzibhinqisa ngokwakho, uhambe apho uthanda khona; kodwa xa uthe waluphala, uya kuzolula izandla zakho, ubhinqiswe ngomnye, ákuse apho ungathandiyo.
UYOHANE 21:18 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ndithi kuwe, inene, oko ubusemtsha ubuzibhinqisa, uye apho uthanda ukuya khona, kodwa xa sewaluphele uya kuziphakamisa izandla zakho, ubhinqiswe ngomnye, akuse apho ungathandi kuya khona.”
UYOHANE 21:18 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Inene, inene, ndithi kuwe, Oko ubusemtsha ubuzibhinqisa ngokwakho, uhambe apho uthanda khona; kodwa xa uthe waluphala, uya kuzolula izandla zakho, ubhinqiswe ngomnye, akuse apho uthanda khona, hayi.
UYOHANE 21:18 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Ngokwenene, ngokwenene, nditi kuwe: Okuya ubusemtsha, ubuzibinqa ngokwako, wahamba apo ubutanda ukuhamba kona; kodwa xeshekweni uba mdala, uya kuzolula izandla zako, waeya kuti omnye akubinqe, akuse apo ungatandi ukuya kona.