UYOHANE 15:6
UYOHANE 15:6 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ukuba umntu uthe akahlala kum, ulahlelwa phandle njengesebe, ome; baze abantu bawabuthe, bawaphose emlilweni, atshiswe.
Yabelana
Funda UYOHANE 15UYOHANE 15:6 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ongahlali emanyene nam uyalahlwa, afane nesebe elilahliweyo laza loma. Amasebe anjalo ayaqokelelwa, aphoswe emlilweni atshe.
Yabelana
Funda UYOHANE 15