UYOHANE 15:4
UYOHANE 15:4 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Hlalani kum, mna ndihlale kuni. Njengokuba isebe lingenako ukuthwala isiqhamo ngokwalo, lingahlalanga emdiliyeni, ngokunjalo aninako nani, ningahlalanga kum.
Yabelana
Funda UYOHANE 15UYOHANE 15:4 IBHAYIBHILE (XHO96)
Hlalani nimanyene nam, njengokuba nam ndihleli ndimanyene nani. Kaloku isebe alinako ukuvelisa isiqhamo ngokwalo lingahlalanga limanyene nomdiliya. Ngokukwanjalo ke nani aninakuvelisa siqhamo ningahlalanga nimanyene nam.
Yabelana
Funda UYOHANE 15UYOHANE 15:4 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Hlalani kum, mna ndihlale kuni. Njengokuba isebe lingenako ukuthwala isiqhamo ngokwalo, lingahlalanga emdiliyeni; aninako ukuphinda nina, ukuba anihlalanga kum.
Yabelana
Funda UYOHANE 15