Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

UYOHANE 15:16

UYOHANE 15:16 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Aninyula mna; ndim owanyula nina, ndanimisela ukuba nihambe nithwale isiqhamo, size nesiqhamo senu sihlale; ukuze oko enithe nakucela kuBawo egameni lam, aninike.

Yabelana
Funda UYOHANE 15

UYOHANE 15:16 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Asinini enanyula mna; ndim owanyula nina, ndanimisela, ukuze niye nithwale isiqhamo, nokuze isiqhamo senu sihlale; ukuze oko enithe nakucela kuBawo egameni lam, nikunikwe.

Yabelana
Funda UYOHANE 15

UYOHANE 15:16 IBHAYIBHILE (XHO96)

Asinini enanyula mna, ndim owaninyulayo nina. Ndanimisela okokuba niqhubele phambili, nivelise iziqhamo ezihlala zikho. Ke ngoko uBawo uya kuninika konke enithi nikucele egameni lam.

Yabelana
Funda UYOHANE 15

UYOHANE 15:16 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Aninyula mna; ndim owanyula nina, ndanimisela ukuba nihambe nithwale isiqhamo, size nesiqhamo senu sihlale; ukuze oko enithe nakucela kuBawo egameni lam, aninike.

Yabelana
Funda UYOHANE 15

UYOHANE 15:16 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Nina ananyula mna, koko mna ndanyula nina, ndanimisa, ukuze niye nivelise iziqa̔mo, nokuba iziqa̔mo zenu zibe nokuhlala; ukuze, oko enisukuba nikucela KUBAWO egameni lam, anipe kona.

Yabelana
Funda UYOHANE 15
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo