UYOHANE 15:10
UYOHANE 15:10 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Ukuba nithi niyigcine imithetho yam, hlalani eluthandweni lwam; njengokuba mna ndayigcinayo imithetho kaBawo, ndahlala eluthandweni lwakhe.
Yabelana
Funda UYOHANE 15UYOHANE 15:10 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ukuba nithi niyigcine imithetho yam, hlalani eluthandweni lwam; njengokuba mna ndayigcinayo imithetho kaBawo, ndahlala eluthandweni lwakhe.
Yabelana
Funda UYOHANE 15UYOHANE 15:10 IBHAYIBHILE (XHO96)
Xa niyigcina imiyalelo yam, noba nihlala nikholose ngokuthandwa ndim. Xelisani mna endiyilulameleyo imiyalelo kaBawo, ndihlala ndikholose ngokuthandwa nguye.
Yabelana
Funda UYOHANE 15