Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

UYOHANE 13:34-35

UYOHANE 13:34-35 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Ndiniwisela umthetho omtsha, wokuba nithandane, njengoko ndinithandileyo nina, ukuze nani nithandane. Ngayo le nto baya kwazi bonke, ukuba ningabafundi bam, ukuba nithe nathandana.

Yabelana
Funda UYOHANE 13

UYOHANE 13:34-35 IBHAYIBHILE (XHO96)

Ndiniwisela umthetho omtsha, ndithi: Thandanani! Njengoko ndinithandileyo mna, nani thandanani kanye ngolo hlobo. Ukuba niyathandana, bonke baya kuqonda okokuba ningabafundi bam.”

Yabelana
Funda UYOHANE 13

UYOHANE 13:34-35 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Ndiniwisela umthetho omtsha, wokuba nithandane; Njengoko ndinithandileyo mna, ukuba nani nithandane. Ngayo le nto baya kwazi bonke, ukuba ningabafundi bam, ukuba nithe nathandana.

Yabelana
Funda UYOHANE 13

UYOHANE 13:34-35 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Umyalelo omtsha ndiyawunika kuni, ukuba nitandane; njengokuba nditandile nina, ukuba nani nitandane kwa njalo. Ngako oku baya kukwazi bonke ukuba ningabadisipile bam, ukuba ninotando omnye kwomnye.

Yabelana
Funda UYOHANE 13

UYOHANE 13:34-35

UYOHANE 13:34-35 XHO75UYOHANE 13:34-35 XHO75UYOHANE 13:34-35 XHO75UYOHANE 13:34-35 XHO75UYOHANE 13:34-35 XHO75
Yabelana
Funda isahluko sonke
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo