UYOHANE 1:10-11
UYOHANE 1:10-11 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Ube esehlabathini ke, ihlabathi labakho ngaye, kodwa ihlabathi alamazi. Weza kwabakhe, baza abakhe abamamkelanga.
Yabelana
Funda UYOHANE 1UYOHANE 1:10-11 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Ebeko elizweni, kanjalo ilizwe lenziwa nguye, kanti ilizwe alimazanga. Weza kokwake, kanti abake abamamkelanga.
Yabelana
Funda UYOHANE 1UYOHANE 1:10-11 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ube esehlabathini ke; ihlabathi labakho ngaye, ihlabathi alimazanga. Weza kokwakhe, baza abakhe àbamvuma.
Yabelana
Funda UYOHANE 1UYOHANE 1:10-11 IBHAYIBHILE (XHO96)
Wafika ke yena ehlabathini; kanti, nangona ihlabathi labakho ngaye nje, alimqondanga. Weza kwelakowabo, aza amawabo akamamkela.
Yabelana
Funda UYOHANE 1