Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

UYEREMIYA 9:13-14

UYEREMIYA 9:13-14 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Wathi uYehova, Kungenxa enokuba bewushiyile umyalelo wam, endawubeka phambi kwabo, àbaliphulaphula ilizwi lam, àbahamba ngawo. Balandela ubungqola bentliziyo yabo, balandela ooBhahali,• into abayifundiswa ngooyise.

Yabelana
Funda UYEREMIYA 9

UYEREMIYA 9:13-14 IBHAYIBHILE (XHO96)

UNdikhoyo uthi: “Bawutyeshele umyalelo wam endabanika wona, àbalithobela ilizwi lam ukuze bahambe ngalo, koko basuka bona balandela iintliziyo zabo ezinenkani, balandela iindlela zooBhali abazifunda kooyise.”

Yabelana
Funda UYEREMIYA 9

UYEREMIYA 9:13-14 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Utsho uYehova ukuthi, Ngenxa enokuba bebuyile emyalelweni wam, endawubeka phambi kwabo, abaliphulaphula izwi lam, abahamba ngawo; Kodwa baqhubeka behamba ngokotyekelo lwentliziyo yabo noBhahali ababefundiswe ngookhokho babo.

Yabelana
Funda UYEREMIYA 9

UYEREMIYA 9:13-14 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Wayesiti UYEHOVA: Ngokokuba beshiyile umteto wam endiwubekileyo pambi kwabo, bengapulapulanga ilizwi lam, bengahambanga ngawo kanjalo; koko belandele ubulukuni bentliziyo yabo, nabo o‐Bali, oko bebekufundiswa ngoyise babo

Yabelana
Funda UYEREMIYA 9
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo