Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

UYEREMIYA 42:6

UYEREMIYA 42:6 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Nokuba lilungile, nokuba libi, siya kuliphulaphula ilizwi likaYehova uThixo wethu, esikuthumela kuye; ukuze kulunge kuthi, xa siliphulaphulayo ilizwi likaYehova uThixo wethu.

Yabelana
Funda UYEREMIYA 42

UYEREMIYA 42:6 IBHAYIBHILE (XHO96)

Nokuba limnandi, nokuba libi ilizwi likaNdikhoyo uThixo wethu lo sikuthuma kuye, siya kulithobela, khon' ukuze silungelwe. Ewe, inene, siya kumthobela uNdikhoyo uThixo wethu.”

Yabelana
Funda UYEREMIYA 42

UYEREMIYA 42:6 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Nokuba lilungile okanye libi, siya kuliphulaphula ilizwi likaYehova uThixo wethu esikuthumela kuye; ukuze izinto zisihambele kakuhle, ukuba siyaliphulaphula ilizwi likaYehova uThixo wethu.

Yabelana
Funda UYEREMIYA 42

UYEREMIYA 42:6 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Nokuba kumnandi, nokuba kubi, siya kuliva ilizwi LIKAYEHOVA, UTIXO wetu, esikutumayo kuye; ukuze kulunge kuti, nxa sivayo ilizwi LIKAYEHOVA, UTIXO wetu.

Yabelana
Funda UYEREMIYA 42
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo