Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

UYEREMIYA 37:9

UYEREMIYA 37:9 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Utsho uYehova ukuthi, Musani ukuzikhohlisa ngokwenu, nisithi, Aya kumka kanye kuthi amaKaledi; ngokuba akayi kumka.

Yabelana
Funda UYEREMIYA 37

UYEREMIYA 37:9 IBHAYIBHILE (XHO96)

“Utsho ke uNdikhoyo ukuthi: ‘Nize ningazikhohlisi nibe amaKaledi aza kuniyeka. Unakanye ukuba aniyeke!

Yabelana
Funda UYEREMIYA 37

UYEREMIYA 37:9 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Wathi uYehova, Musani ukuzikhohlisa, nithi, AmaKaledi aya kusishiya ngonaphakade, ngokuba akayi kumka.

Yabelana
Funda UYEREMIYA 37

UYEREMIYA 37:9 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Utsho UYEHOVA ukuti: Ningazikohlisi, nisiti: ama‐Kaledine ogqibela ukumka kuti; ngokuba engayi kumka.

Yabelana
Funda UYEREMIYA 37
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo