UYEREMIYA 26:3 - Compare All Versions
UYEREMIYA 26:3 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Mhlawumbi baya kuva, babuye elowo endleleni yakhe embi, ndizohlwaye ngenxa yobubi endicinga ukubenza kubo, ngenxa yobubi beentlondi zabo.
Yabelana
UYEREMIYA 26 XHO75UYEREMIYA 26:3 XHO96 (IBHAYIBHILE)
Mhlawumbi bangeva aba bantu, elowo aguquke ayiyeke imikhwa yakhe emibi. Nam ke ndorhoxa ekubahliseleni intlekele njengoko besendigqibe ukwenjenjalo ngenxa yezenzo zabo ezimdaka.
Yabelana
UYEREMIYA 26 XHO96UYEREMIYA 26:3 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Umhlaumbi baya kuva, baguquke abanye ngabanye endleleni yabo ekohlakeleyo, ukuze ndibe nosizi pezu kwobubi endicingileyo ukubenzela bona, ngenxa yenkohlakalo yezenzo zabo.
Yabelana
UYEREMIYA 26 XHO1902AUYEREMIYA 26:3 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)
Ukuba kunjalo, baya kuphulaphula baze baguquke, ngamnye endleleni yakhe embi, ukuze ndizisole ngobubi endicinga ukubenza kubo ngenxa yobubi bezenzo zabo.
Yabelana
UYEREMIYA 26 CXB24