Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

UYEREMIYA 20:11

UYEREMIYA 20:11 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Ke uYehova unam, njengegorha elingcangcazelisayo; ngenxa yoko baya kukhubeka abandisukelayo, abayi koyisa; baya kudana kakhulu, ngokuba bengenzanga ngengqiqo; ihlazo labo lingunaphakade, alinakulityalwa.

Yabelana
Funda UYEREMIYA 20

UYEREMIYA 20:11 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Ke uYehova unam, njengegorha elingcangcazelisayo; ngenxa yoko baya kukhubeka abandisukelayo, abayi koyisa; baya kudana kakhulu, ngokuba bengenzanga ngengqiqo; ihlazo labo lingunaphakade, alinakulityalwa.

Yabelana
Funda UYEREMIYA 20

UYEREMIYA 20:11 IBHAYIBHILE (XHO96)

Kodwa yena uNdikhoyo ungakum; ligorha elomeleleyo. Abandisukelayo baza kukhubeka bangaphumeleli. Baza kudana, lingaze lilityalwe ihlazo labo.

Yabelana
Funda UYEREMIYA 20

UYEREMIYA 20:11 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Ke uYehova unam njengegorha elinamandla; ke ngoko, abandisukelayo baya kukhubeka baze bangoyisi; ngokuba abayi kuba nampumelelo

Yabelana
Funda UYEREMIYA 20

UYEREMIYA 20:11 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Kodwa UYEHOVA unam njengeṙoti elinamandla; ngako oko abatshutshisi bam baya kuku̔beka, bangeyisi: badanile kakulu, ngokuba bengalungisekanga; loba lihlazo elingunapakade, alisayi kulityalwa.

Yabelana
Funda UYEREMIYA 20
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo