ABAGWEBI 7:7
ABAGWEBI 7:7 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Wathi uYehova kuGidiyon, Ndiya kunisindisa ngala madoda amakhulu mathathu akramnceleyo, ndiwànikele amaMidiyan esandleni sakho. Bonke abanye abantu mabagoduke, elowo aye endaweni yakhe.
Yabelana
Funda ABAGWEBI 7ABAGWEBI 7:7 IBHAYIBHILE (XHO96)
UNdikhoyo ke wathi kuGidiyon: “Uyabona ke ngoku ndiza kunihlangula ngala makhulu mathathu axhapha amanzi, ndiwanikele ezandleni zakho la maMidiyan. Amanye la amadoda makagoduke.”
Yabelana
Funda ABAGWEBI 7ABAGWEBI 7:7 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Wathi uYehova kuGidiyon, Ndiya kukuhlangula ngala madoda makhulu mathathu, ndiwanikele amaMidiyan esandleni sakho; zihambe zonke ezinye iintlanga, elowo aye endaweni yakhe.
Yabelana
Funda ABAGWEBI 7ABAGWEBI 7:7 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Waza UYEHOVA wati ku‐Gideyone: Ngalamakulu matatu amadoda abexapa ndiya kunisindisa, ndinikele ama‐Midiyane esandleni sako; nabo bonke abanye abantu mabahambe baye abanye ngabanye ezindaweni zabo.
Yabelana
Funda ABAGWEBI 7