ABAGWEBI 7:3
ABAGWEBI 7:3 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Khawuhambe ke umemeze ezindlebeni zabantu, uthi, Bonke abangcangcazelayo makabuye, bemke ezintabeni zaseGiliyadi. Kwabuya ke ebantwini abangamashumi amabini anamabini amawaka; kwasala ishumi lamawaka.
ABAGWEBI 7:3 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Khawudanduluke ke ngoko ezindlebeni zabantu, uthi, Owoyikayo nogubhayo makabuye, makanyebeleze emke ezintabeni zeGiliyadi. Kwabuya ke kubo abantu abangamawaka angamashumi omabini anamabini; kwasala amawaka alishumi.

ABAGWEBI 7:3 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ngoko ke thetha nawo uthi: ‘Nabani na ogubhayo luloyiko makagoduke, anyebeleze emke apha kwiintaba zeGiliyadi.’ ” Akuba etshilo ke kwajika amashumi amabini amawaka, kwaza kwasala ishumi lamawaka kuphela.
ABAGWEBI 7:3 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Khawuhambe ke umemeze ezindlebeni zabantu, uthi, Bonke abangcangcazelayo makabuye, bemke ezintabeni zaseGiliyadi. Kwabuya ke ebantwini abangamashumi amabini anamabini amawaka; kwasala ishumi lamawaka.
ABAGWEBI 7:3 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Ngako kaloku danduluka ke ezindlebeni zabantu, ngokuti: Osukuba esoyika engcangcazela, makabuye, emke entabeni ye‐Gileyadi. Kwaza kwabuya kubo abantu amawaka angamashumi mabini anamabini; ada asala amawaka alishumi.