Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

ABAGWEBI 16:16

ABAGWEBI 16:16 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Kwathi, akumxina ngamazwi akhe zonke iimini, emmele, wakhathazeka umphefumlo wakhe, wasingisa ekufeni.

Yabelana
Funda ABAGWEBI 16

ABAGWEBI 16:16 IBHAYIBHILE (XHO96)

Waza ke wammela imihla ngemihla emcenga. Wada uSamson wakruquka wanga angafa

Yabelana
Funda ABAGWEBI 16

ABAGWEBI 16:16 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Yaye kwathi, yonke imihla embandezela ngamazwi akhe, embandezela, wakhathazeka umphefumlo wakhe, wada wesa ekufeni

Yabelana
Funda ABAGWEBI 16

ABAGWEBI 16:16 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Kwaye kute, nxa abemjoka ngamazwi ake imihla yonke, emqu̔ba, ukuba umpefumlo wake wadana kwada kwaza kufa

Yabelana
Funda ABAGWEBI 16
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo