ABAGWEBI 14:6
ABAGWEBI 14:6 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Wamfikela ngamandla uMoya kaYehova, wayiqwenga, wanga uqwenga itakane, kungekho nto esandleni sakhe; akakuxela kuyise nakunina akwenzileyo.
Yabelana
Funda ABAGWEBI 14ABAGWEBI 14:6 IBHAYIBHILE (XHO96)
Suka ke yena wambeswa amandla nguMoya *kaNdikhoyo, waza ke waliqwenga ngathi uqwenga itakane lebhokhwe. Kambe ke akabaxelelanga abazali bakhe ngale nto.
Yabelana
Funda ABAGWEBI 14