Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

EKAYAKOBI 5:16

EKAYAKOBI 5:16 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Xelelanani iziposo zenu, nitandazelane, ukuze nipiliswe: sinamandla kakulu isikungo solungileyo ekusebenzeni kwaso

Yabelana
Funda EKAYAKOBI 5

EKAYAKOBI 5:16 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Xelelanani iziphoso, nithandazelane, ukuze niphiliswe. Sínamandla kakhulu isikhungo selungisa, siyeyisa.

Yabelana
Funda EKAYAKOBI 5

EKAYAKOBI 5:16 IBHAYIBHILE (XHO96)

Ngoko ke zivumeni izono omnye komnye, nithandazelane, khon' ukuze ninyangeke. Kaloku umthandazo womntu olungileyo unamandla angummangaliso.

Yabelana
Funda EKAYAKOBI 5

EKAYAKOBI 5:16 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Vumani iziphoso omnye komnye, nithandazelane, ukuze niphiliswe. Umthandazo welungisa unamandla kakhulu.

Yabelana
Funda EKAYAKOBI 5

EKAYAKOBI 5:16 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Xelelanani iziposo zenu, nitandazelane, ukuze nipiliswe: sinamandla kakulu isikungo solungileyo ekusebenzeni kwaso

Yabelana
Funda EKAYAKOBI 5

EKAYAKOBI 5:16

EKAYAKOBI 5:16 XHO75EKAYAKOBI 5:16 XHO75EKAYAKOBI 5:16 XHO75EKAYAKOBI 5:16 XHO75
Yabelana
Funda isahluko sonke
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo