EKAYAKOBI 2:18
EKAYAKOBI 2:18 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ewe, ningatsho ukuthi omnye umntu unako ukuba nokholo, kanti nomnye unako ukwenza imisebenzi ethile. Kodwa ke mna ndithi ukuphendula: Khawundibonise ukuba ngaba lufezekile na olo kholo wena uthetha ngalo lungenamisebenzi lubonakala ngayo. Mna ndokubonisa ngemisebenzi ukholo endinalo.
Yabelana
Funda EKAYAKOBI 2EKAYAKOBI 2:18 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Wosuka omnye, athi, Wena unokholo, ke mna ndinemisebenzi; ndibonise ukholo lwakho olungenamisebenzi yakho; nam ndokubonisa ngokwasemisebenzini yam ukholo lwam.
Yabelana
Funda EKAYAKOBI 2EKAYAKOBI 2:18 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ewe, ningatsho ukuthi omnye umntu unako ukuba nokholo, kanti nomnye unako ukwenza imisebenzi ethile. Kodwa ke mna ndithi ukuphendula: Khawundibonise ukuba ngaba lufezekile na olo kholo wena uthetha ngalo lungenamisebenzi lubonakala ngayo. Mna ndokubonisa ngemisebenzi ukholo endinalo.
Yabelana
Funda EKAYAKOBI 2