EKAYAKOBI 2:13
EKAYAKOBI 2:13 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Kuba umgwebo awuyi kuba natarhu kulowo ungenzanga nceba; kananjalo inceba iyawuqhayisela umgwebo.
Yabelana
Funda EKAYAKOBI 2EKAYAKOBI 2:13 IBHAYIBHILE (XHO96)
Kaloku akayi kuba nanceba uThixo xa agweba umntu ongabanga nanceba. Kodwa yona inceba iyasongamela isigwebo.
Yabelana
Funda EKAYAKOBI 2