UISAYA 9:5
UISAYA 9:5 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ngokuba zonke izihlangu zabanyathela ngezihlangu ekungxoleni kokulwa, neengubo ezityikitywe emagazini, ezo ziya kutshiswa, zibe kukudla komlilo.
Yabelana
Funda UISAYA 9UISAYA 9:5 IBHAYIBHILE (XHO96)
Zonke izihlangu zomkhosi ogxashizayo, nazo zonke iimpahla ezidyojwe ligazi, ziya kutshatyalaliswa ngomlilo.
Yabelana
Funda UISAYA 9