Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

UISAYA 9:4

UISAYA 9:4 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Kuba idyokhwe yomthwalo wabo noswazi lwamagxa abo, intonga yomqhubi wabo, ùyaphule njengemini yakwaMidiyan.

Yabelana
Funda UISAYA 9

UISAYA 9:4 IBHAYIBHILE (XHO96)

Kaloku wena uyaphule idyokhwe yaso, ulususile uxanduva nomqobo obusemagxeni. Leyo ke yingcinezelo yomcinezeli. Wena ubuthe kwanga kungomhla wamaMidiyan.

Yabelana
Funda UISAYA 9

UISAYA 9:4 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Ngokuba uyaphule idyokhwe yomthwalo wabo, umsimelelo osemagxeni abo, nomsimelelo womxinzeleli wabo, njengoko kwakunjalo ngemihla yakwaMidiyan.

Yabelana
Funda UISAYA 9

UISAYA 9:4 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Ngokuba iyokwe yomtwalo wabo, nentonga yegxalaba labo, uswazi lwombandezeli wabo, uzapule, njengasemini yama‐Midiyane.

Yabelana
Funda UISAYA 9
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo