Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

UISAYA 8:13

UISAYA 8:13 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

UYehova wemikhosi, ngcwalisani yena nina, abe nguye enimoyikayo, abe nguye oningcangcazelisayo.

Yabelana
Funda UISAYA 8

UISAYA 8:13 IBHAYIBHILE (XHO96)

Kaloku nguNdikhoyo uSomandla-onke ongcwele, ngoko ke nguye omawumhlonele umthobele.

Yabelana
Funda UISAYA 8

UISAYA 8:13 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Mbongeni uYehova wemikhosi; kwaye makabe luloyiko kuni, kwaye makabe nguye uloyiko kuni.

Yabelana
Funda UISAYA 8

UISAYA 8:13 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

UYEHOVA wemikosi yena niya kumngcwalisa: nguye oya kuba kukwoyika kwako, nguye oya kuba kukunkwantya kwako.

Yabelana
Funda UISAYA 8
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo