UISAYA 8:12
UISAYA 8:12 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Aniyi kuti: Kuko utelelano, ngako konke abaya kuti ngako ababantu: Kuko utelelano; nize ningoyiki ngokwoyika kwabo, ningankwantyi kanjako.
Yabelana
Funda UISAYA 8UISAYA 8:12 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ize ningàthi, Ikukucetywa into yonke abathi abo bantu, Ikukucetywa; nento eyoyikwa ngabo ningayoyiki, ningangcangcazeliswa yiyo.
Yabelana
Funda UISAYA 8UISAYA 8:12 IBHAYIBHILE (XHO96)
“Izinto abathi liyelenqe wena sukuvuma ukuba ziliyelenqe, ungazixhaleli nezinto abazoyikayo bona.
Yabelana
Funda UISAYA 8