Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

UISAYA 66:22

UISAYA 66:22 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Kuba njengoko amazulu amatsha nehlabathi elitsha endiza kuwenza, amiyo phambi kwam, utsho uYehova, iya kwenjenjalo ukuma imbewu yenu negama lenu

Yabelana
Funda UISAYA 66

UISAYA 66:22 IBHAYIBHILE (XHO96)

“Kwanjengokuba amazulu amatsha nehlabathi elitsha – nditsho la ndiza kuwadala – aya kuhlala ehleli phambi kwam, koba njalo kwigama lakho nakwizizukulwana zakho.

Yabelana
Funda UISAYA 66

UISAYA 66:22 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Kuba kanye njengoko amazulu amatsha nomhlaba omtsha endiya kuwenza uya kuma phambi kwam,’ utsho uYehova, iya kwenjenjalo ukuma intsapho yenu negama lenu.

Yabelana
Funda UISAYA 66

UISAYA 66:22 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Ngokuba, njengokuba amazulu amatsha nomhlaba omtsha, endiya kuzidala, ziya kuma ebusweni bam, utsho UYEHOVA, kwa njalo kuya kuma inzalo yenu negama lenu.

Yabelana
Funda UISAYA 66
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo