Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

UISAYA 65:23

UISAYA 65:23 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Àbayi kuzixhamla ngokulambathayo, bazálele ukhwankqiso; ngokuba bayimbewu ayisikeleleyo uYehova, nabaphume ezibilinini zabo banabo.

Yabelana
Funda UISAYA 65

UISAYA 65:23 IBHAYIBHILE (XHO96)

Bona abasayi kusebenzela ilize, bengasayi kuzalela isithwakumbe; koko boba ngabantu abathamsanqelweyo nguNdikhoyo, ngokunjalo nezizukulwana zabo.

Yabelana
Funda UISAYA 65

UISAYA 65:23 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Abayi kukukhonza ilize, abayi kuzalela ukhwankqiso; kuba bayinzala yabasikelelweyo bakaYehova, nenzala yabo iya kuba kubo.

Yabelana
Funda UISAYA 65

UISAYA 65:23 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Abayi kufumana bezama, kanjalo abayi kuzalela imbujiswa ebaqayo; ngokuba beyinzalo yabatanyusanqelweyo NGUYEHOVA, nabantwana babo kunye nabo.

Yabelana
Funda UISAYA 65
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo