UISAYA 60:5 - Compare All Versions
UISAYA 60:5 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ùya kwandula ukubona, ukhazimle, inkwantye yande intliziyo yakho; ngokuba iya kuguqulelwa kuwe intabalala yolwandle, ubutyebi beentlanga buya kuza kuwe.
Yabelana
UISAYA 60 XHO75UISAYA 60:5 XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wothi ungabona, utsho ube nemihlali; uya kutsho uhlasimle kukuchulumacha. Kaloku ubutyebi bezizwe boza kuwe; ubutyebi bothi gqi naphesheya kweelwandle.
Yabelana
UISAYA 60 XHO96UISAYA 60:5 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Oko uya kukangela, ukanyiswe ke; intliziyo yako iya kuntontoza, yande; ngokuba ubuninzi bolwandle buya kuguqulelwa kuwe, ubutyebi babaheyideni bofika kuwe.
Yabelana
UISAYA 60 XHO1902AUISAYA 60:5 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)
Uya kwandula ke ubone, ugqabhuke kunye, yoyike intliziyo yakho, yande; ngokuba ubutyebi bolwandle buya kubuyela kuwe, nobutyebi beentlanga buya kuza kuwe.
Yabelana
UISAYA 60 CXB24