UISAYA 60:22 - Compare All Versions

UISAYA 60:22 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)

Omncinanana uya kuba liwaka, noweyeleyo abe luhlanga olunamandla. Mna, Yehova, ndiya kukukhawulezisa oko ngexesha lako oko.

UISAYA 60:22 XHO96 (IBHAYIBHILE)

Noyena ungathangani uya kuba njengomkhosi, kanti noyena ungazelwe nto woba sisizwe esomeleleyo. Lakufika ixesha le nto ndoyenza ngesiquphe, kuba kaloku mna ndinguNdikhoyo.”

UISAYA 60:22 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))

Omncinane woba liwaka, nomkudlwana woba sisizwe esinamandla. Mna YEHOVA ndokukaulezisa oku exesheni lako.

UISAYA 60:22 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)

Omncinanana uya kuba liwaka, nomncinci abe luhlanga olunamandla; Mna, Yehova, ndiya kukukhawulezisa oko ngexesha elifanelekileyo.