UISAYA 60:19 - Compare All Versions
UISAYA 60:19 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ilanga aliyi kuba saba sisikhanyiso kuwe emini, nenyanga ingàkukhanyiseli, ukuze kube mhlophe kuwe; uYehova uya kuba sisikhanyiso esingunaphakade kuwe, uThixo wakho abe sisihombo sakho.
Yabelana
UISAYA 60 XHO75UISAYA 60:19 XHO96 (IBHAYIBHILE)
Emini awusayi kukhanyiselwa lilanga; ebusuku alisayi kubakho ilitha lenyanga; koko wokhanyiselwa bubungangamsha bam; mna Ndikhoyo ndokukhanyisela ngonaphakade.
Yabelana
UISAYA 60 XHO96UISAYA 60:19 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ilanga aliyi kubuya libe sisikanyiso kuwe ngemini; kanjalo inyanga ayiyi kukukanyisa ngenkazimlo; ngokuba UYEHOVA eya kuba sisikanyiso esingunapakade kuwe, NOTIXO wako woba bubuhle bako.
Yabelana
UISAYA 60 XHO1902AUISAYA 60:19 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)
Ilanga aliyi kuba saba sisikhanyiso kuwe emini; nenyanga ayiyi kukukhanyisela ngenxa yozuko, kodwa uYehova uya kuba sisikhanyiso sakho esingunaphakade, uThixo wakho abe luzuko lwakho.
Yabelana
UISAYA 60 CXB24