UISAYA 60:16 - Compare All Versions
UISAYA 60:16 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ùya kwanya amasi eentlanga, wanye ibele lokumkani, wazi ukuba mna Yehova ndinguMsindisi wakho, uMkhululi wakho, iMbalasane kaYakobi.
Yabelana
UISAYA 60 XHO75UISAYA 60:16 XHO96 (IBHAYIBHILE)
Izizwe nezikumkani ziya kukuququzelela, zifane nomfazi okhulisa usana lwakhe. Nawe ke uya kutsho uqonde ukuba ndim mna Ndikhoyo okusindisileyo, wazi ukuba ngenene ukhululwe yiNgangalala enguThixo kaYakobi.
Yabelana
UISAYA 60 XHO96UISAYA 60:16 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wauya kwanya amasi abaheyideni; ewe, ibele labo okumkani uya kulanya; wauya kwazi ukuba mna YEHOVA ndingumsindisi wako, nomkululi wako, usomandla ka‐Yakobi.
Yabelana
UISAYA 60 XHO1902AUISAYA 60:16 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)
Uya kwanya amasi eentlanga, wanye ibele lokumkani; wazi ukuba mna Yehova ndinguMkhululi wakho, uMkhululi wakho, ingxolo kaYakobi.
Yabelana
UISAYA 60 CXB24