UISAYA 59:19 - Compare All Versions
UISAYA 59:19 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Baya kuloyika igama likaYehova entshonalanga, baboyike ubuqaqawuli bakhe empumalanga; kuba uya kuza njengomlambo oxineneyo, obalekiswa ngumoya kaYehova
Yabelana
UISAYA 59 XHO75UISAYA 59:19 XHO96 (IBHAYIBHILE)
Entshonalanga bonkwantya besoyika uNdikhoyo, lufikelele nasempuma udumo lwakhe. Ekuhlaseleni kotshaba oluza ngokomlambo otyhulubayo, uMoya kaNdikhoyo uya kuluswantsulisa.
Yabelana
UISAYA 59 XHO96UISAYA 59:19 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Baya kwandula boyike igama LIKAYEHOVA entshonalanga, nobungcwalisa bake kwa sekupumeni kwelanga: nxa utshaba luya kuza njengomlambo, umoya KAYEHOVA wopakamisa ibanile ngakulo.
Yabelana
UISAYA 59 XHO1902AUISAYA 59:19 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)
Baya kuloyika ke igama likaYehova entshonalanga, nozuko lwakhe empumalanga. Xa utshaba lusiza njengonogumbe, uMoya kaYehova uya kuluphakamisela ibhanile.
Yabelana
UISAYA 59 CXB24