Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

UISAYA 57:1

UISAYA 57:1 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Ilungisa liyatshabalala; akukho mntu ke ukunyamekelayo oko ngentliziyo; amadoda anobubele ayemka, akukho mntu ke uqondayo ukuba ilungisa limka phambi kokuba kubekho ububi.

Yabelana
Funda UISAYA 57

UISAYA 57:1 IBHAYIBHILE (XHO96)

Amalungisa ayafa, kungabikho mntu ukhathalayo; abantu benene bayahamba, kungabikho bani uqondayo – bona bayafa ngenxa yobubi.

Yabelana
Funda UISAYA 57

UISAYA 57:1 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Ilungisa liyatshabalala; akukho mntu ke ukunyamekelayo oko ngentliziyo; kwaye abantu abanenceba bayasuswa, ngaphandle nje kokuba amalungisa asusiwe ebubini obuzayo.

Yabelana
Funda UISAYA 57

UISAYA 57:1 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Olungileyo uyabuba, kanti akuko mntu okubekelayo intliziyo; abantu abanobubele bayasuswa nabo, kungeko oqondayo ukuba olungileyo uyasuswa elishweni.

Yabelana
Funda UISAYA 57
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo