UISAYA 56:1 - Compare All Versions
UISAYA 56:1 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Utsho uYehova ukuthi, Gcinani isiko, nenze ubulungisa; kuba lusondele ukuba luze usindiso lwam, nobulungisa bam ukuba butyhileke.
Yabelana
UISAYA 56 XHO75UISAYA 56:1 XHO96 (IBHAYIBHILE)
*UNdikhoyo uthethe wenjenje: “Yenzani okusemthethweni noko kulungileyo. Kaloku usindiso lwam lukufuphi, nobulungisa bam buza kutyhileka.
Yabelana
UISAYA 56 XHO96UISAYA 56:1 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
UTSHO UYEHOVA ukuti: Gcinani ubugwebo, nikwenze okulungileyo; ngokuba usindiso lwam lukufupi ukufika, nobulungisa bam ukutyilwa.
Yabelana
UISAYA 56 XHO1902AUISAYA 56:1 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)
Wathi uYehova, Gcinani isiko, nenze ubulungisa; ngokuba lusondele ukuba luze usindiso lwam, nobulungisa bam buza kutyhilwa.
Yabelana
UISAYA 56 CXB24