UISAYA 55:7 - Compare All Versions
UISAYA 55:7 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ongendawo makashiye indlela yakhe, indoda enobutshinga mayishiye iingcinga zayo, ibuyele kuYehova: woba nemfesane kuyo; ibuyele kuThixo wethu ngokuba woxolela ngokukhulu.
Yabelana
UISAYA 55 XHO75UISAYA 55:7 XHO96 (IBHAYIBHILE)
Umntu okhohlakeleyo makahlukane nobubi, netshijolo maliyeke ukuyila ubutshijolo. Maliguquke, lize kuNdikhoyo; yena wosuka abe novelwano lilo. Malize kuThixo wethu, kuba yena uxolela kangangoko.
Yabelana
UISAYA 55 XHO96UISAYA 55:7 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
okohlakeleyo makashiye indlela yake, nongalungileyo inkumbulo zake; makabuyele KUYEHOVA, woba nezibele kuye; na KUTIXO wetu, ngokuba eya kuxolela kakulu.
Yabelana
UISAYA 55 XHO1902AUISAYA 55:7 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)
Ongendawo makajike endleleni yakhe, ongendawo abuye ezicamangweni zakhe; makaguqukele kuYehova, woba nemfesane kuye; ibuyele kuThixo wethu, ngokuba woxolela futhi.
Yabelana
UISAYA 55 CXB24