UISAYA 53:7 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo
UISAYA 53:7 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wakhandaniswa, wazithoba, engàwuvuli umlomo wakhe, njengemvana esiwa ekuxhelweni; nanjengegusha esisidenge phambi kwabachebi bayo, àkawuvula umlomo wakhe.
Yabelana
UISAYA 53 XHO75UISAYA 53:7 XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Ewe, yena waphathwa gadalala, kodwa wathi cwaka, akakhalaza tu. Waba njengexhwane eliya kuxhelwa, wathi cwaka njengegusha ichetywa; ewe, akawuvulanga umlomo wakhe.
Yabelana
UISAYA 53 XHO96UISAYA 53:7 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Saxinwa, sabandezelwa, koko singavulanga umlomo waso; sar̔olwa njengemvana isiya ekuxe̔lweni, nanjengokuba igusha ebusweni babaguguli bayo isidenge, kwa njalo asivulanga umlomo waso.
Yabelana
UISAYA 53 XHO1902AUISAYA 53:7 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)
Wacudiswa, waba buhlungu, engawuvuli umlomo wakhe; Njengemvana usiwa ekuxhelweni, nanjengegusha esisidenge phambi kwabachebi bayo, wenjenjalo ukungawuvuli umlomo wakhe.
Yabelana
UISAYA 53 CXB24