UISAYA 53:6 - Compare All Versions

UISAYA 53:6 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)

Thina zonke salahleka njengeegusha, sabheka elowo endleleni yakhe, waza uYehova wamwela ngobugwenxa bethu sonke.

UISAYA 53:6 XHO96 (IBHAYIBHILE)

Sonke salahleka njengeegusha, elowo wabhadula ngeyakhe indlela; ke yena uNdikhoyo wamwisela ngobugwenxa bethu sonke.

UISAYA 53:6 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))

Tina sonke, njengegusha, silahlekile; abanye ngabanye sijikele kwezetu indlela; kodwa UYEHOVA uhlisile pezu kwaso ukukohlakala kwetu sonke.

UISAYA 53:6 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)

Sonke silahlekile njengezimvu; elowo walahleka ngendlela yakhe; uYehova wabuzisa kuye ubugwenxa bethu sonke.