UISAYA 51:7
UISAYA 51:7 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Phulaphulani kum, nina nibaziyo ubulungisa, bantu banesiyalo sam entliziyweni yabo; musani ukukoyika ukungcikiva kwabafo, ningaqhiphuki umbilini kukunyelisa kwabo.
Yabelana
Funda UISAYA 51UISAYA 51:7 IBHAYIBHILE (XHO96)
“Ndiveni, nina babaziyo ubulungisa, luhlangandini lunomthetho wam entliziyweni. Sanukuzihlupha ngâbo baninyelisayo, ningazidubi nangabo banithukayo.
Yabelana
Funda UISAYA 51