UISAYA 51:12
UISAYA 51:12 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Mna ndinguye uMthuthuzeli wenu; ùngubani na wena, ukuba woyike umfo oza kufa, nonyana womntu owenziwe wanga yingca
Yabelana
Funda UISAYA 51UISAYA 51:12 IBHAYIBHILE (XHO96)
UNdikhoyo utsho ukuthi: “Mna ndingulowo ukuthuthuzelayo; ngani ke ukuba woyike umntu – into evuthuluka njengengca?
Yabelana
Funda UISAYA 51