Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

UISAYA 49:6

UISAYA 49:6 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

uthi ke, Kuyinto elula ukuba ube ngumkhonzi kum wokumisa izizwe zakwaYakobi, ubuyise abalondolozwa bakaSirayeli; kananjalo ndiya kukwenza isikhanyiso seentlanga, ukuba ube lusindiso lwam, ude uze eziphelweni zehlabathi.

Yabelana
Funda UISAYA 49

UISAYA 49:6 IBHAYIBHILE (XHO96)

UNdikhoyo uthethe wenjenje: “Njengesicaka sam akwanele okokuba ubuyisele ubuhandiba kwaYakobi, uphuthume amasalela kaSirayeli endiwalondolozileyo, koko ndikumisela ukuba ube lukhanyiso lweentlanga, ube lusindiso lwam olubandakanya ihlabathi jikelele. ”

Yabelana
Funda UISAYA 49

UISAYA 49:6 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Wathi, Kuyinto encinane ukuba ube ngumkhonzi kum wokuvusa izizwe zakwaYakobi, ubuyise abagcini bakwaSirayeli; Ndiya kukukhanyisela iintlanga, ukuze ube lusindiso kum isiphelo sehlabathi.

Yabelana
Funda UISAYA 49

UISAYA 49:6 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Uti kanjalo: Yinto encinane ukuba ube sisicaka sam, ukumisa izizwe zika‐Yakobi, nokubuyisa abalondoloziweyo baka‐Sirayeli; ndikunikile nokuba ube sisikanyiso kubaheyideni, ukuze ube lusindiso lwam kude kube sekupeleni kwomhlaba.

Yabelana
Funda UISAYA 49
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo