UISAYA 49:25
UISAYA 49:25 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Inene, utsho uYehova ukuthi, Nabathinjwe ligorha baya kuthatyathwa, namaxhoba omngcangcazelisi aya kusinda; ke obambana nawe, mna ndiya kubambana naye, ndibasindise mna oonyana bakho.
Yabelana
Funda UISAYA 49UISAYA 49:25 IBHAYIBHILE (XHO96)
Kambe yena uNdikhoyo uthi: “Yiloo nto kanye eza kwenzeka: amaxhoba othathwa kumajoni, abathinjwa bakhululwe kubathimbi. Baxabene nam abo balwa nawe; usapho lwakho lona ndiluhlangule.
Yabelana
Funda UISAYA 49